Amanda Black - Buyela Kum

Mmhm
Andikwaz'ukulala ndicingana nawe
Uzobuya nini?
I need to hear your voice eb'suku nemini
Baby wam
Ndithanda wena wedwa
K'theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa
I need to feel you close to me
'Cause I can't breathe without you

Sthandwa sam bambo lwam
Why undenza so? K'theni undenza so?
Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam bambo lami
Why undenza so? K'then'undenza so?
Oh ndifun'ukuhlala ndingowakho

Buyela kum
Buyela kum sthandwa
Ntliziyo yam'ifuna wena
Ooh noba awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam

Time and time again ndimane ndikhubeka
Andimfun'omunye ngaphandle kwakho
Kodwa ngyahluleka wen'uyabaleka
You don't love me like I love you baby baby
Mna ndifuna wena
Wen'ufunomunye

Sthandwa sam bambo lwam
Why undenza so? K'theni undenza so?
Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam bambo lami
Why undenza so? K'theni undenza so?
Oh ndifun'ukuhlala ndingowakho

Buyela kum
Buyela kum sthandwa
Ntliziyo yam'ifuna wena
Ooh noba awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam

Why you makin' me so crazy?
Wen'uyandiphambanisa
Hlal'und'phazamisa
Udlala ngentliziyo yam
Tell me what I gotta do
'Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu

Why you makin' me so crazy?
Wen'uyandiphambanisa
Hlal'und'phazamisa
Udlala ngentliziyo yam
Tell me what I gotta do
To be with you

Buyela kum
Buyela kum sthandwa
Ntliziyo yam'ifuna wena
Ooh noba awundithandi ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey wam

Written by:
AMANDA BENEDICTA ANTONY, MOFENYI CHISTER NOBLE KOBEDI, RUFF NKOSI, VUYO DUNCAN MANYIKE

Publisher:
Lyrics © Downtown Music Publishing

Lyrics powered by Lyric Find

Amanda Black

Amanda Black

View Profile
Amazulu Amazulu